cover

sisahleleleni (i) - Bongeziwe Mabandla

如无法下载或有错误,请刷新重试或点此 反馈 给我们
sisahleleleni (i)-Bongeziwe Mabandla.mp3
[05:18.0]Asisakwaz’ ukuphika [05:18.0]Mingaph’ imi...
[05:18.0]Asisakwaz’ ukuphika
[05:18.0]Mingaph’ iminyaka
[05:18.0]Sisenz’ intwenye
[05:18.0]Kukho ixesha
[05:18.0]Apho kumele samkele
[05:18.0]Uba apha akusekho nto
[05:18.0]Sisahleleleni na
[05:18.0]Uba asonwabang’ apha
[05:18.0]Ngaba yintoni na
[05:18.0]Esigcin’ apha
[05:18.0]Sisahleleleni na
[05:18.0]Uba asonwabang’ apha
[05:18.0]Ngaba yintoni na
[05:18.0]Esigcin’ apha
[05:18.0]Icacile akumele ndibe apha
[05:18.0]Kukhona eny’ indawo
[05:18.0]Ekumele ndibe kuyo
[05:18.0]Icacile akumele ndibe apha
[05:18.0]Kukhona eny’ indawo
[05:18.0]Ekumele ndibe kuyo
[05:18.0]Ekumele ndibe kuyo
[05:18.0]Ekumele ndibe kuyo
[05:18.0]Ekumele ndibe kuyo
[05:18.0]Ekumele ndibe kuyo
[05:18.0]Sisahleleleni na
[05:18.0]Uba asonwabang’ apha
[05:18.0]Ngaba yintoni na
[05:18.0]Esigcin’ apha
[05:18.0]Sisahleleleni na
[05:18.0]Uba asonwabang’ apha
[05:18.0]Ngaba yintoni na
[05:18.0]Esigcin’ apha
展开